Indalo
Lesiëm
Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso wakho
Wadala abantu wadala izilwanyana
Kwaneentaka zakho
Lintaba nezityalo
Umoya nemilambo
Nolwandle
Iisipho sobomi phakathi
Kwendoda nomfazi
Njengelanga nenyanga
Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso wakho
Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso wakho